Eksodus 38:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Nalu uluhlu olugciniweyo lwezinto zomnquba, zomnquba weSingqino,+ ezafakwa kuluhlu ngokomyalelo kaMoses, kubaLevi,+ bekhokelwa nguItamare+ unyana ka-Aron umbingeleli. Levitikus 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UMoses wayifuna ngokucokisekileyo ibhokhwe yomnikelo wesono,+ yaye, khangela! itshisiwe. Ngoko wacaphuka ngenxa yoko kwenziwe nguEleyazare noItamare, oonyana baka-Aron abaseleyo, wathi: 1 Kronike 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bona oonyana baka-Amram+ yayinguAron+ noMoses,+ kwakukho noMiriyam.+ Bona oonyana baka-Aron yayinguNadabhi+ noAbhihu,+ uEleyazare+ noItamare.+ 1 Kronike 24:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Noko ke, uNadabhi noAbhihu+ bafa phambi koyise,+ bengenabo oonyana, kodwa uEleyazare+ noItamare baqhubeka besebenza njengababingeleli.
21 Nalu uluhlu olugciniweyo lwezinto zomnquba, zomnquba weSingqino,+ ezafakwa kuluhlu ngokomyalelo kaMoses, kubaLevi,+ bekhokelwa nguItamare+ unyana ka-Aron umbingeleli.
16 UMoses wayifuna ngokucokisekileyo ibhokhwe yomnikelo wesono,+ yaye, khangela! itshisiwe. Ngoko wacaphuka ngenxa yoko kwenziwe nguEleyazare noItamare, oonyana baka-Aron abaseleyo, wathi:
3 Bona oonyana baka-Amram+ yayinguAron+ noMoses,+ kwakukho noMiriyam.+ Bona oonyana baka-Aron yayinguNadabhi+ noAbhihu,+ uEleyazare+ noItamare.+
2 Noko ke, uNadabhi noAbhihu+ bafa phambi koyise,+ bengenabo oonyana, kodwa uEleyazare+ noItamare baqhubeka besebenza njengababingeleli.