IZenzo 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi: “Madoda, bazalwana noobawo, yivani. UTHIXO wozuko+ wabonakala kukhokho wethu uAbraham ngoxa wayeseMesopotamiya, ngaphambi kokuba ahlale kwaHaran,+ Roma 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba sithini na isibhalo? “UAbraham wabonisa ukholo kuYehova, yaye oko kwabalelwa kuye njengobulungisa.”+
2 Wathi: “Madoda, bazalwana noobawo, yivani. UTHIXO wozuko+ wabonakala kukhokho wethu uAbraham ngoxa wayeseMesopotamiya, ngaphambi kokuba ahlale kwaHaran,+
3 Kuba sithini na isibhalo? “UAbraham wabonisa ukholo kuYehova, yaye oko kwabalelwa kuye njengobulungisa.”+