Eksodus 39:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 nombhinqo+ ngelinen ecikizekileyo ephothiweyo nangomsonto oluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa, olukiweyo, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses. Levitikus 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Emva koko wamnxibisa umwunduzo,+ wambhinqisa umbhinqo,+ wamambesa nesambatho esingenamikhono,+ wamnxibisa iefodi+ waza wambhinqisa umbhinqo+ we-efodi, wayibopha ntshi ngawo. Isaya 11:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ubulungisa buya kuba libhanti lesinqe sakhe,+ nokuthembeka kube libhanti lesinqe sakhe.+
29 nombhinqo+ ngelinen ecikizekileyo ephothiweyo nangomsonto oluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa, olukiweyo, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.
7 Emva koko wamnxibisa umwunduzo,+ wambhinqisa umbhinqo,+ wamambesa nesambatho esingenamikhono,+ wamnxibisa iefodi+ waza wambhinqisa umbhinqo+ we-efodi, wayibopha ntshi ngawo.