Genesis 28:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwaye, khangela! nanko uYehova emi ngentla kwayo, waza wathi:+ “NdinguYehova uThixo ka-Abraham uyihlo noThixo kaIsake.+ Ilizwe elo ulele kulo, ndiya kulinika wena nembewu yakho.+ Marko 12:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kodwa ngokuphathelele ukuvuswa kwabafileyo, anizange nifunde na kwincwadi kaMoses, kwingxelo ephathelele ityholo elinameva, okokuba uThixo wathi kuye, ‘NdinguTHIXO ka-Abraham noThixo kaIsake noThixo kaYakobi’?+
13 Kwaye, khangela! nanko uYehova emi ngentla kwayo, waza wathi:+ “NdinguYehova uThixo ka-Abraham uyihlo noThixo kaIsake.+ Ilizwe elo ulele kulo, ndiya kulinika wena nembewu yakho.+
26 Kodwa ngokuphathelele ukuvuswa kwabafileyo, anizange nifunde na kwincwadi kaMoses, kwingxelo ephathelele ityholo elinameva, okokuba uThixo wathi kuye, ‘NdinguTHIXO ka-Abraham noThixo kaIsake noThixo kaYakobi’?+