Genesis 28:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 ndaza ngokuqinisekileyo ndabuyela ngoxolo endlwini kabawo, ngoko uYehova uya kuba ungqineke enguThixo wam.+ Luka 20:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kodwa into yokuba abafileyo bayavuswa kwanoMoses wayityhila, kwingxelo ephathelele ityholo elinameva,+ xa ebiza uYehova ngokuthi ‘uTHIXO ka-Abraham noThixo kaIsake noThixo kaYakobi.’+
21 ndaza ngokuqinisekileyo ndabuyela ngoxolo endlwini kabawo, ngoko uYehova uya kuba ungqineke enguThixo wam.+
37 Kodwa into yokuba abafileyo bayavuswa kwanoMoses wayityhila, kwingxelo ephathelele ityholo elinameva,+ xa ebiza uYehova ngokuthi ‘uTHIXO ka-Abraham noThixo kaIsake noThixo kaYakobi.’+