Eksodus 39:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ekugqibeleni benza ipleyiti ekhazimlayo, engumqondiso ongcwele wokuzinikezela, ngegolide esulungekileyo baza babhala kuyo umbhalo ngokrolo lwetywina, othi: “Ubungcwele bobukaYehova.”+ Levitikus 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wamfaka unkontsho+ entloko waza elunkontshweni olo ngaphambili wabeka ipleyiti ekhazimlayo yegolide, engumqondiso ongcwele wokuzinikela,+ kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses. 1 Kronike 16:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Nikelani kuYehova uzuko lwegama lakhe,+Thwalani isipho, nize phambi kwakhe.+Qubudani kuYehova nihombe ngobungcwele.+ INdumiso 93:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Izikhumbuzo zakho zingqineke zikholosekile kakhulu.+Ubungcwele buyifanele indlu yakho,+ Yehova, imihla emide.+ Zekariya 14:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Ngaloo mini kuya kubhalwa kwiintsimbi+ zehashe ukuba ‘uBungcwele bobukaYehova!’+ Neembiza zokupheka ezinemilomo ebanzi+ endlwini kaYehova zimele zibe njengezitya+ eziphambi kwesibingelelo.+ Hebhere 7:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba ubesifanele kanye thina umbingeleli omkhulu onjengalo,+ onyanisekileyo,+ ongenabuqhokolo,+ ongadyobhekanga,+ owahluliweyo kuboni,+ waba ngaphezu kwawo amazulu.+ 1 Petros 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa: “Nimele nibe ngcwele, ngenxa yokuba ndingcwele mna.”+
30 Ekugqibeleni benza ipleyiti ekhazimlayo, engumqondiso ongcwele wokuzinikezela, ngegolide esulungekileyo baza babhala kuyo umbhalo ngokrolo lwetywina, othi: “Ubungcwele bobukaYehova.”+
9 Wamfaka unkontsho+ entloko waza elunkontshweni olo ngaphambili wabeka ipleyiti ekhazimlayo yegolide, engumqondiso ongcwele wokuzinikela,+ kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.
29 Nikelani kuYehova uzuko lwegama lakhe,+Thwalani isipho, nize phambi kwakhe.+Qubudani kuYehova nihombe ngobungcwele.+
5 Izikhumbuzo zakho zingqineke zikholosekile kakhulu.+Ubungcwele buyifanele indlu yakho,+ Yehova, imihla emide.+
20 “Ngaloo mini kuya kubhalwa kwiintsimbi+ zehashe ukuba ‘uBungcwele bobukaYehova!’+ Neembiza zokupheka ezinemilomo ebanzi+ endlwini kaYehova zimele zibe njengezitya+ eziphambi kwesibingelelo.+
26 Kuba ubesifanele kanye thina umbingeleli omkhulu onjengalo,+ onyanisekileyo,+ ongenabuqhokolo,+ ongadyobhekanga,+ owahluliweyo kuboni,+ waba ngaphezu kwawo amazulu.+