Levitikus 8:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye engobozini yamaqebengwana angenagwele eyayiphambi koYehova wathabatha iqebengwana elibusazinge+ elingenagwele lalinye neqebengwana elibusazinge lesonka esineoli+ lalinye nesonka esisicaba sasinye.+ Waza wazibeka phezu kwamanqatha nomlenze wasekunene. 1 Korinte 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenxa yoko masigcine umthendeleko,+ kungekhona ngegwele elidala,+ nangegwele+ lobubi nobungendawo,+ kodwa ngamaqebengwana angenagwele okunyaniseka nenyaniso.+
26 Yaye engobozini yamaqebengwana angenagwele eyayiphambi koYehova wathabatha iqebengwana elibusazinge+ elingenagwele lalinye neqebengwana elibusazinge lesonka esineoli+ lalinye nesonka esisicaba sasinye.+ Waza wazibeka phezu kwamanqatha nomlenze wasekunene.
8 Ngenxa yoko masigcine umthendeleko,+ kungekhona ngegwele elidala,+ nangegwele+ lobubi nobungendawo,+ kodwa ngamaqebengwana angenagwele okunyaniseka nenyaniso.+