IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 7:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Kuba incum yomnikelo otshangatshangiswayo+ nomlenze wesahlulo esingcwele ndiwuthabathile koonyana bakaSirayeli emibingelelweni yabo yobudlelane, ndawunika uAron umbingeleli noonyana bakhe, ukuba ube ngummiselo wexesha elingenammiselo, koonyana bakaSirayeli.

  • Levitikus 10:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ke incum yomnikelo otshangatshangiswayo+ nomlenze wesahlulo esingcwele+ nize nizidlele endaweni ehlambulukileyo, wena noonyana bakho neentombi zakho ezikunye nawe,+ kuba zinikelwe njengomxhesho wakho nomxhesho woonyana bakho emibingelelweni yobudlelane yoonyana bakaSirayeli.

  • Numeri 15:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 nimele ekudleni kwenu nasiphi na isonka selizwe elo,+ nenze umnikelo kuYehova.

  • Numeri 18:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngokuba isishumi soonyana bakaSirayeli, abasinikela kuYehova njengomnikelo, ndisinike abaLevi njengelifa. Kungenxa yoko ndithe kubo, ‘Abafanele bafumane lifa phakathi koonyana bakaSirayeli.’”+

  • Duteronomi 18:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Nali ke ilungelo eliyimfanelo yababingeleli eliphuma ebantwini, eliphuma kwabo babingelela ixhoba eliyinkunzi yenkomo okanye imvu: Bomnika umbingeleli umkhono nemihlathi neswili.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share