Eksodus 27:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Ke wena, uze ubayalele oonyana bakaSirayeli ukuba bakuzisele ioli esulungekileyo yeminquma, engqushiweyo, yesikhanyiso, ukuze zihlale zikhanyisile rhoqo izibane.+ 1 Samuweli 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nesibane sikaThixo sasingekacinywa, yaye uSamuweli wayelele etempileni+ kaYehova, apho kwakukho khona ityeya kaThixo.
20 “Ke wena, uze ubayalele oonyana bakaSirayeli ukuba bakuzisele ioli esulungekileyo yeminquma, engqushiweyo, yesikhanyiso, ukuze zihlale zikhanyisile rhoqo izibane.+
3 Nesibane sikaThixo sasingekacinywa, yaye uSamuweli wayelele etempileni+ kaYehova, apho kwakukho khona ityeya kaThixo.