IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 24:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Emva koko bathumela ubizo kulo lonke elakwaYuda naseYerusalem ukuba kuziswe kuYehova irhafu engcwele+ ngokomyalelo kaMoses+ umkhonzi kaTHIXO oyinyaniso phezu koSirayeli entlango.

  • Nehemiya 10:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Sazibekela imiyalelo yokunikela, ngamnye wethu, isahlulo sesithathu seshekele minyaka le ngenxa yenkonzo yendlu yoThixo wethu,+

  • Mateyu 17:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Bakuba befikile eKapernahum kweza kuPetros abantu abaqokelela iidrarhma ezimbini [zerhafu] baza bathi: “Umfundisi wenu akazihlawuli na iidrarhma ezimbini [zerhafu]?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share