INgoma yazo iiNgoma 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 inadusi+ nesafron,+ ingcongolo yeziqholo+ nesinamon,+ nazo zonke iintlobo zemithi yentlaka yokuqhumisa, imore nekhala,+ kunye nabo bonke obona bulawu bulungileyo;+ Yeremiya 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Kubaluleke ngantoni na kum ukuzisa kwenu intlaka yokuqhumisa yaseShebha+ nengcongolo yeziqholo elungileyo evela kwilizwe elikude? Umnikelo wenu otshiswa kuphele awukholisi,+ nemibingelelo yenu ayindikholisi.”+
14 inadusi+ nesafron,+ ingcongolo yeziqholo+ nesinamon,+ nazo zonke iintlobo zemithi yentlaka yokuqhumisa, imore nekhala,+ kunye nabo bonke obona bulawu bulungileyo;+
20 “Kubaluleke ngantoni na kum ukuzisa kwenu intlaka yokuqhumisa yaseShebha+ nengcongolo yeziqholo elungileyo evela kwilizwe elikude? Umnikelo wenu otshiswa kuphele awukholisi,+ nemibingelelo yenu ayindikholisi.”+