Eksodus 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wena—wena ke, uze uthethe konke endiya kukuyalela kona;+ ke yena uAron umntakwenu wothetha kuFaro,+ ukuba abandulule oonyana bakaSirayeli ezweni lakhe.+
2 Wena—wena ke, uze uthethe konke endiya kukuyalela kona;+ ke yena uAron umntakwenu wothetha kuFaro,+ ukuba abandulule oonyana bakaSirayeli ezweni lakhe.+