Eksodus 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Uyabona, ndikwenze uThixo kuFaro,+ yaye uAron umntakwenu woba ngumprofeti wakho.+ INdumiso 82:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Ke mna ndithe, ‘ningoothixo,+Kwaye nonke ningoonyana bOyena Uphakamileyo.+ Yohane 10:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 UYesu wawaphendula wathi: “Akubhalwanga na eMthethweni+ wenu kwathiwa, ‘Ndathi: “Ningoothixo”’?+
7 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Uyabona, ndikwenze uThixo kuFaro,+ yaye uAron umntakwenu woba ngumprofeti wakho.+