IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 8:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngoko ke ababingeleli abaqhelisela umlingo bathi kuFaro: “Ngumnwe+ kaThixo!”+ Kodwa yaba lukhuni intliziyo kaFaro,+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.

  • Mateyu 12:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kodwa ukuba ndizikhupha ngomoya kaThixo iidemon, ubukumkani bukaThixo ngokwenene bunifikele.+

  • Luka 11:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa ukuba ndizikhupha ngomnwe kaThixo+ iidemon, ubukumkani bukaThixo bunifikele ngokwenene.+

  • 2 Korinte 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba nibonakaliswa niyincwadi kaKristu ebhalwe sithi njengabalungiseleli,+ engabhalwanga ngainki kodwa ngomoya+ kaThixo ophilayo, kungekhona kumacwecwe amatye,+ kodwa kumacwecwe enyama, ezintliziyweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share