17 Kwaye kwanabagwebi babo abazange babaphulaphule, kodwa baba neentlobano zokuziphatha okubi+ nabanye oothixo+ baza baqubuda kubo. Baphambuka ngokukhawuleza kwindlela ookhokho babo ababehamba kuyo ngokuthobela imiyalelo kaYehova.+ Abazange benjenjalo.