Numeri 25:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko wathi uMoses kubagwebi bakwaSirayeli:+ “Ngamnye kuni makabulale+ abantu bakhe abazibandakanyileyo noBhahali wasePehore.” Duteronomi 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 uze ungavumelani naye okanye umphulaphule,+ lingabi nosizi iliso lakho ngaye, ungabi nemfesane ngaye,+ ungamkhuseli; Zekariya 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuya kuthi ukuba kunokwenzeka kwakhona umntu aprofete, uyise nonina, abo bamzalayo, bathi kuye, ‘Akuyi kuphila, ngenxa yokuba uthethe ubuxoki egameni likaYehova.’ Kwaye uyise nonina, abo bamzalayo, bamele bamhlabe ngenxa yokuprofeta kwakhe.+
5 Ngoko wathi uMoses kubagwebi bakwaSirayeli:+ “Ngamnye kuni makabulale+ abantu bakhe abazibandakanyileyo noBhahali wasePehore.”
8 uze ungavumelani naye okanye umphulaphule,+ lingabi nosizi iliso lakho ngaye, ungabi nemfesane ngaye,+ ungamkhuseli;
3 Kuya kuthi ukuba kunokwenzeka kwakhona umntu aprofete, uyise nonina, abo bamzalayo, bathi kuye, ‘Akuyi kuphila, ngenxa yokuba uthethe ubuxoki egameni likaYehova.’ Kwaye uyise nonina, abo bamzalayo, bamele bamhlabe ngenxa yokuprofeta kwakhe.+