Numeri 14:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Akuwathetha uMoses la mazwi kubo bonke oonyana bakaSirayeli, benza isijwili esikhulu abantu.+ Hoseya 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye abamemezanga kum ukucela uncedo ngentliziyo yabo,+ nangona babeqhubeka bebhomboloza kwiimandlalo zabo. Ngenxa yokudla kwabo okuziinkozo newayini enencasa bahlala bengoongqikana;+ bayandijikela.+
14 Yaye abamemezanga kum ukucela uncedo ngentliziyo yabo,+ nangona babeqhubeka bebhomboloza kwiimandlalo zabo. Ngenxa yokudla kwabo okuziinkozo newayini enencasa bahlala bengoongqikana;+ bayandijikela.+