IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ndizimisele kunene ukuhla ukuze ndibone enoba benza ngokupheleleyo kusini na ngokwesikhalo esifikileyo kum, kuze kuthi, ukuba akunjalo, ndikwazi oko.”+

  • Duteronomi 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho kule minyaka ingamashumi amane entlango,+ ukuba akuthobe,+ akuvavanye+ ukuze akwazi okusentliziyweni yakho,+ ukuba woyigcina imiyalelo yakhe okanye akunjalo kusini na.

  • INdumiso 139:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ndigocagoce, Thixo, uze uyazi intliziyo yam.+

      Ndihlolisise, uze uzazi iingcamango zam eziphazamisayo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share