Genesis 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba ndiye ndaqhelana naye ukuze yena ayalele oonyana bakhe nendlu yakhe emva kwakhe ukuze bagcine indlela kaYehova, benze ngokobulungisa nangokwemigwebo yakhe;+ ukuze uYehova abe nokumzisela ngokuqinisekileyo uAbraham oko akuthethileyo ngaye.”+ INdumiso 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uYehova uyayazi indlela yamalungisa,+Kodwa indlela yabangendawo iya kutshitsha.+ 2 Timoti 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Noko ke, simi ngokuqinileyo+ isiseko sikaThixo, esitywinwe kwathiwa: “UYehova uyabazi abakhe,”+ nokuthi: “Wonk’ ubani obiza igama likaYehova+ makalahle intswela-bulungisa.”+
19 Kuba ndiye ndaqhelana naye ukuze yena ayalele oonyana bakhe nendlu yakhe emva kwakhe ukuze bagcine indlela kaYehova, benze ngokobulungisa nangokwemigwebo yakhe;+ ukuze uYehova abe nokumzisela ngokuqinisekileyo uAbraham oko akuthethileyo ngaye.”+
19 Noko ke, simi ngokuqinileyo+ isiseko sikaThixo, esitywinwe kwathiwa: “UYehova uyabazi abakhe,”+ nokuthi: “Wonk’ ubani obiza igama likaYehova+ makalahle intswela-bulungisa.”+