Yakobi 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko ke zivumeni ekuhleni+ izono zenu omnye komnye nize nithandazelane, ukuze niphiliswe.+ Isikhungo somntu olilungisa, xa sisebenza, sinamandla amakhulu.+ 1 Yohane 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye sinentembelo yokuba,+ kungakhathaliseki ukuba yintoni na esiyicelayo ngokuvumelana nokuthanda kwakhe, uyasiva.+
16 Ngoko ke zivumeni ekuhleni+ izono zenu omnye komnye nize nithandazelane, ukuze niphiliswe.+ Isikhungo somntu olilungisa, xa sisebenza, sinamandla amakhulu.+
14 Yaye sinentembelo yokuba,+ kungakhathaliseki ukuba yintoni na esiyicelayo ngokuvumelana nokuthanda kwakhe, uyasiva.+