Roma 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba uthi kuMoses: “Ndiya kuba nenceba kuye nabani na endisukuba ndinenceba kuye, yaye ndiya kubonisa imfesane kuye nabani na endisukuba ndibonisa imfesane kuye.”+ Roma 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+
15 Kuba uthi kuMoses: “Ndiya kuba nenceba kuye nabani na endisukuba ndinenceba kuye, yaye ndiya kubonisa imfesane kuye nabani na endisukuba ndibonisa imfesane kuye.”+
18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+