Duteronomi 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 wandinika uYehova amacwecwe amabini amatye ebhalwe ngomnwe kaThixo;+ kukho kuwo onke amazwi awayewathethile uYehova nani entabeni phakathi komlilo ngomhla wokudibana kwebandla.+ 2 Korinte 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba nibonakaliswa niyincwadi kaKristu ebhalwe sithi njengabalungiseleli,+ engabhalwanga ngainki kodwa ngomoya+ kaThixo ophilayo, kungekhona kumacwecwe amatye,+ kodwa kumacwecwe enyama, ezintliziyweni.+
10 wandinika uYehova amacwecwe amabini amatye ebhalwe ngomnwe kaThixo;+ kukho kuwo onke amazwi awayewathethile uYehova nani entabeni phakathi komlilo ngomhla wokudibana kwebandla.+
3 Kuba nibonakaliswa niyincwadi kaKristu ebhalwe sithi njengabalungiseleli,+ engabhalwanga ngainki kodwa ngomoya+ kaThixo ophilayo, kungekhona kumacwecwe amatye,+ kodwa kumacwecwe enyama, ezintliziyweni.+