INdumiso 103:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Njengokuba kude kwempumalanga entshonalanga,+Kunjalo ukukukhwelelisa kwakhe kude nathi ukunxaxha kwethu.+ Isaya 55:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+ Efese 4:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kodwa yibani nobubele+ omnye komnye, nibe nemfesane,+ nixolelane ngesisa kanye njengokuba noThixo wanixolelayo ngesisa ngaye uKristu.+ 1 Yohane 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukuba siyazivuma izono zethu,+ uthembekile yaye ulilungisa ukuba asixolele izono zethu aze asihlambulule kuyo yonke intswela-bulungisa.+
12 Njengokuba kude kwempumalanga entshonalanga,+Kunjalo ukukukhwelelisa kwakhe kude nathi ukunxaxha kwethu.+
7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+
32 Kodwa yibani nobubele+ omnye komnye, nibe nemfesane,+ nixolelane ngesisa kanye njengokuba noThixo wanixolelayo ngesisa ngaye uKristu.+
9 Ukuba siyazivuma izono zethu,+ uthembekile yaye ulilungisa ukuba asixolele izono zethu aze asihlambulule kuyo yonke intswela-bulungisa.+