Duteronomi 32:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+ Yoshuwa 24:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Waza uYoshuwa wathi ebantwini: “Aninakukwazi ukukhonza uYehova, kuba unguThixo ongcwele;+ unguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo.+ Akayi kukuxolela ukuvukela kwenu nezono zenu.+ Roma 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+ 2 Petros 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuqinisekileyo ukuba uThixo akazange ayeke ukohlwaya iingelosi+ ezonayo, kodwa, wazinikela kwimihadi yentsunguzi yobumnyama, ngokuthi aziphose eTartaro,+ ukuze zibekelwe umgwebo;+ Yuda 15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ukuza kuphumeza umgwebo nxamnye nabo bonke,+ nokuza kubafumanisa benetyala bonke abangenabuthixo ngokuphathelele zonke izenzo zabo ezingezozabuthixo abazenzayo ngendlela engeyoyabuthixo, nangokuphathelele zonke izinto ezothusayo aboni abangenabuthixo abazithetha nxamnye naye.”+
35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+
19 Waza uYoshuwa wathi ebantwini: “Aninakukwazi ukukhonza uYehova, kuba unguThixo ongcwele;+ unguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo.+ Akayi kukuxolela ukuvukela kwenu nezono zenu.+
5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+
4 Ngokuqinisekileyo ukuba uThixo akazange ayeke ukohlwaya iingelosi+ ezonayo, kodwa, wazinikela kwimihadi yentsunguzi yobumnyama, ngokuthi aziphose eTartaro,+ ukuze zibekelwe umgwebo;+
15 ukuza kuphumeza umgwebo nxamnye nabo bonke,+ nokuza kubafumanisa benetyala bonke abangenabuthixo ngokuphathelele zonke izenzo zabo ezingezozabuthixo abazenzayo ngendlela engeyoyabuthixo, nangokuphathelele zonke izinto ezothusayo aboni abangenabuthixo abazithetha nxamnye naye.”+