Numeri 25:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Amabhinqa lawo ababizela abantu emibingelelweni yoothixo bawo,+ badla abantu baza baqubuda koothixo bawo.+ 1 Korinte 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Hayi anditsho; kodwa ndithi izinto iintlanga ezizibingelelayo zizibingelela kwiidemon,+ kungekhona kuThixo; kwaye andifuni nibe nesabelo needemon.+
2 Amabhinqa lawo ababizela abantu emibingelelweni yoothixo bawo,+ badla abantu baza baqubuda koothixo bawo.+
20 Hayi anditsho; kodwa ndithi izinto iintlanga ezizibingelelayo zizibingelela kwiidemon,+ kungekhona kuThixo; kwaye andifuni nibe nesabelo needemon.+