Duteronomi 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “‘Gcina umhla wesabatha, uwungcwalise, kanye njengoko wakuyalelayo uYehova uThixo wakho,+ Mateyu 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba uNyana womntu+ uyiNkosi yesabatha.”+ Luka 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa lona igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu, licaphukile kuba uYesu ephilisa ngesabatha, lathi kwisihlwele: “Zintandathu iintsuku ekufanele kusetyenzwe ngazo;+ yizani ngazo, ngoko, niphiliswe, kungekhona ngomhla wesabatha.”+
14 Kodwa lona igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu, licaphukile kuba uYesu ephilisa ngesabatha, lathi kwisihlwele: “Zintandathu iintsuku ekufanele kusetyenzwe ngazo;+ yizani ngazo, ngoko, niphiliswe, kungekhona ngomhla wesabatha.”+