Duteronomi 12:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Xa athe uYehova uThixo wakho wawandisa ummandla+ wakho, kanye njengoko ekuthembisile,+ ngokuqinisekileyo uya kuthi, ‘Mandidle inyama,’ ngokuba umphefumlo wakho unqwenela ukuyidla inyama, ungayidla inyama+ ngokunqwena konke komphefumlo wakho. INdumiso 78:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Ngenxa yabo wazigxotha iintlanga,+Waza ngolutya lokulinganisa wababela ilifa,+Ukuze abangele izizwe zakwaSirayeli zihlale emakhayeni azo.+
20 “Xa athe uYehova uThixo wakho wawandisa ummandla+ wakho, kanye njengoko ekuthembisile,+ ngokuqinisekileyo uya kuthi, ‘Mandidle inyama,’ ngokuba umphefumlo wakho unqwenela ukuyidla inyama, ungayidla inyama+ ngokunqwena konke komphefumlo wakho.
55 Ngenxa yabo wazigxotha iintlanga,+Waza ngolutya lokulinganisa wababela ilifa,+Ukuze abangele izizwe zakwaSirayeli zihlale emakhayeni azo.+