IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 18:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Yonke ioli eyeyona ilungileyo nayo yonke iwayini entsha eyeyona ilungileyo nokudla okuziinkozo, iintlahlela zabo,+ abazinika uYehova, ndizinike wena.+

  • Roma 8:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Akuphelelanga apho, kodwa nathi thina banentlahlela,+ oko kukuthi, umoya, ewe, nathi siyagcuma,+ ngoxa silinde ngenyameko ukwenziwa oonyana,+ ukukhululwa kwimizimba yethu ngentlawulelo.

  • 1 Korinte 15:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kodwa ngamnye kuluhlu lwakhe: UKristu intlahlela,+ emva koko abo bangabakaKRISTU ebudeni bobukho bakhe.+

  • Yakobi 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngenxa yokuba wathandayo,+ wasivelisa ngelizwi lenyaniso,+ ukuba sibe ziintlahlela+ ezithile zezidalwa zakhe.

  • ISityhilelo 14:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Aba ngabo bangazange bazenze nqambi ngabafazi;+ enyanisweni, banyulu.+ Aba ngabo bahlala beyilandela iMvana kungakhathaliseki apho iya khona.+ Aba bathengwa+ phakathi koluntu njengeentlahlela+ kuThixo nakuyo iMvana,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share