Eksodus 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Waqhubeka wathi: “Ukuba bathe abakukholelwa, abaliphulaphula ilizwi lomqondiso wokuqala, ngokuqinisekileyo ke ngoko baya kulikholelwa ilizwi lomqondiso wamva.+
8 Waqhubeka wathi: “Ukuba bathe abakukholelwa, abaliphulaphula ilizwi lomqondiso wokuqala, ngokuqinisekileyo ke ngoko baya kulikholelwa ilizwi lomqondiso wamva.+