Eksodus 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 wonikela inkonzo imihla emithandathu+ uze ngayo uwenze wonke umsebenzi wakho. Eksodus 31:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nosebenza imihla emithandathu, kodwa ngomhla wesixhenxe yisabatha yokuphumla ngokupheleleyo.+ Ingcwele kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngomhla wesabatha wobulawa afe. Levitikus 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Nosebenza iintsuku ezintandathu, kodwa ngosuku lwesixhenxe yisabatha yophumlo olupheleleyo,+ indibano engcwele. Nize ningenzi naluphi na uhlobo lomsebenzi ngalo. Yoba yisabatha kaYehova kwiindawo zonke enihlala kuzo.+ Duteronomi 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 wonikela inkonzo imihla emithandathu uze ngayo uwenze wonke umsebenzi wakho.+ Luka 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa lona igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu, licaphukile kuba uYesu ephilisa ngesabatha, lathi kwisihlwele: “Zintandathu iintsuku ekufanele kusetyenzwe ngazo;+ yizani ngazo, ngoko, niphiliswe, kungekhona ngomhla wesabatha.”+
15 Nosebenza imihla emithandathu, kodwa ngomhla wesixhenxe yisabatha yokuphumla ngokupheleleyo.+ Ingcwele kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngomhla wesabatha wobulawa afe.
3 “‘Nosebenza iintsuku ezintandathu, kodwa ngosuku lwesixhenxe yisabatha yophumlo olupheleleyo,+ indibano engcwele. Nize ningenzi naluphi na uhlobo lomsebenzi ngalo. Yoba yisabatha kaYehova kwiindawo zonke enihlala kuzo.+
14 Kodwa lona igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu, licaphukile kuba uYesu ephilisa ngesabatha, lathi kwisihlwele: “Zintandathu iintsuku ekufanele kusetyenzwe ngazo;+ yizani ngazo, ngoko, niphiliswe, kungekhona ngomhla wesabatha.”+