Eksodus 35:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Bonke abantu abaqhutywa ziintliziyo bazisa okuthile emsebenzini wonke uYehova awayalela ngoMoses ukuba wenziwe; bawuzisa oonyana bakaSirayeli umnikelo wokuzithandela kuYehova.+
29 Bonke abantu abaqhutywa ziintliziyo bazisa okuthile emsebenzini wonke uYehova awayalela ngoMoses ukuba wenziwe; bawuzisa oonyana bakaSirayeli umnikelo wokuzithandela kuYehova.+