IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 7:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Uyabona, ndikwenze uThixo kuFaro,+ yaye uAron umntakwenu woba ngumprofeti wakho.+

  • Eksodus 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Bangena ke uMoses noAron kuFaro baza benza kanye njengoko wayebayalele uYehova. Ngako oko wayiphosa phantsi uAron intonga yakhe phambi koFaro nabakhonzi bakhe yaza yaba yinyoka enkulu.

  • INdumiso 119:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  46 Ndiza kuthetha ngezikhumbuzo zakho phambi kookumkani,+

      Andiyi kuba nazintloni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share