IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 3:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Wamgxotha ke umntu waza wamisa ngasempuma komyezo wase-Eden+ iikherubhi+ nencakuba yekrele enelangatye nejikajikayo ukuba iqhubeke ilinde indlela eya emthini wobomi.

  • Eksodus 25:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Iikherubhi ezo maziwolulele phezulu amaphiko azo, zisikhusele ngamaphiko azo isigubungelo, ubuso bazo bukhangelane.+ Bujonge esigubungelweni ubuso beekherubhi ezo.

  • Hebhere 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 kodwa ngaphezu kwayo kwakukho iikherubhi+ ezizukileyo zisibekele isigubungelo socamagushelo.+ Kodwa ngoku asiloxesha lokuthetha ngokweenkcukacha ngezi zinto.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share