Eksodus 30:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ubude baso boba yikubhite nobubanzi baso bube yikubhite, sibe namacala amane alinganayo, kuze kona ukuphakama kwaso kube ziikubhite ezimbini. Ziphume kuso iimpondo zaso.+
2 Ubude baso boba yikubhite nobubanzi baso bube yikubhite, sibe namacala amane alinganayo, kuze kona ukuphakama kwaso kube ziikubhite ezimbini. Ziphume kuso iimpondo zaso.+