Eksodus 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye bamele bandenzele ingcwele, ndize ndimise umnquba wam phakathi kwabo.+ Levitikus 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+
2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+