Duteronomi 28:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UYehova woyinamathelisa kuwe indyikitya yokufa ade akutshabalalise ungabikho emhlabeni lowo uya kuwo ukuba uwudle ilifa.+ 2 Kumkani 17:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yaye kwathi ekuqaliseni kokuhlala kwabo apho abamoyika+ uYehova. Ngoko ke uYehova wathumela iingonyama+ phakathi kwabo, zaza zababulala.
21 UYehova woyinamathelisa kuwe indyikitya yokufa ade akutshabalalise ungabikho emhlabeni lowo uya kuwo ukuba uwudle ilifa.+
25 Yaye kwathi ekuqaliseni kokuhlala kwabo apho abamoyika+ uYehova. Ngoko ke uYehova wathumela iingonyama+ phakathi kwabo, zaza zababulala.