IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 28:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 “Uze uwuluke umwunduzo ngelinen ecikizekileyo nonkontsho ulwenze ngelinen ecikizekileyo,+ wenze nombhinqo,+ uwuluke.

  • Levitikus 8:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Emva koko wamnxibisa umwunduzo,+ wambhinqisa umbhinqo,+ wamambesa nesambatho esingenamikhono,+ wamnxibisa iefodi+ waza wambhinqisa umbhinqo+ we-efodi, wayibopha ntshi ngawo.

  • Levitikus 8:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wabasondeza ke uMoses oonyana baka-Aron,+ wabambesa imiwunduzo, wababhinqisa umbhinqo,+ wabathandela ngesigqubuthelo sentloko,+ kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.

  • ISityhilelo 19:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ewe, unikwe ukuba avathiswe ngelinen eqaqambileyo, ecocekileyo, ecikizekileyo, kuba ilinen ecikizekileyo imela izenzo zobulungisa zabo bangcwele.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share