IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 9:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ekugqibeleni bangena uMoses noAron ententeni yokuhlangana baza baphuma babasikelela abantu.+

      Babonakala ubuqaqawuli bukaYehova+ kubo bonke abantu,

  • Numeri 6:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Thetha kuAron nakoonyana bakhe, uthi, ‘Nize nenjenje ukubasikelela+ oonyana bakaSirayeli, nithi kubo:

  • Yoshuwa 22:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngoko uYoshuwa wabasikelela+ waza wabandulula ukuze baye ezintenteni zabo.

  • 1 Kumkani 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wandula ukumkani wabuphethula ubuso bakhe, walisikelela+ lonke ibandla likaSirayeli, ngoxa lonke ibandla likaSirayeli lalimile.

  • 2 Kronike 30:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ekugqibeleni ababingeleli, nabaLevi, bema baza babasikelela+ abantu; ilizwi labo laviwa, kangangokuba umthandazo wabo wafika endaweni yakhe yokuhlala engcwele, emazulwini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share