-
Eksodus 38:18INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
18 Umkhusane wesango lentendelezo wenziwa ngokulukwa, ngemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa nangelinen ecikizekileyo ephothiweyo,+ baza ubude bawo baba ziikubhite ezingamashumi amabini, kona ukuphakama kwawo ngokobubanzi bawo kwaba ziikubhite ezintlanu, walungelelana namawunduwundu entendelezo.+
-