Levitikus 8:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza uMoses wathabatha ioli yokuthambisa, wawuthambisa umnquba+ kunye neento zonke ezikuwo, wazingcwalisa. Numeri 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Mhla wagqiba uMoses ukumisela umnquba+ wawuthambisa waza wawungcwalisa+ nempahla yawo yonke nesibingelelo neempahla zaso zonke. Ngoko wazithambisa waza wazingcwalisa.+
10 Waza uMoses wathabatha ioli yokuthambisa, wawuthambisa umnquba+ kunye neento zonke ezikuwo, wazingcwalisa.
7 Mhla wagqiba uMoses ukumisela umnquba+ wawuthambisa waza wawungcwalisa+ nempahla yawo yonke nesibingelelo neempahla zaso zonke. Ngoko wazithambisa waza wazingcwalisa.+