Eksodus 38:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wenza nesibingelelo somnikelo otshiswayo ngomthi womnga. Ubude baso baba ziikubhite ezintlanu, nobubanzi baso baba ziikubhite ezintlanu, saba namacala amane alinganayo, ukuphakama kwaso kwaba ziikubhite ezintathu.+ Hebhere 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Sinesibingelelo abangenagunya lakutya kuso abo benza inkonzo engcwele ententeni.+
38 Wenza nesibingelelo somnikelo otshiswayo ngomthi womnga. Ubude baso baba ziikubhite ezintlanu, nobubanzi baso baba ziikubhite ezintlanu, saba namacala amane alinganayo, ukuphakama kwaso kwaba ziikubhite ezintathu.+