Genesis 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+
13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+