Genesis 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Emva koko uYehova wabonakala+ kuye phakathi kwemithi emikhulu kaMamre,+ ngoxa wayehleli emnyangweni wentente ekufudumaleni kwemini.+
18 Emva koko uYehova wabonakala+ kuye phakathi kwemithi emikhulu kaMamre,+ ngoxa wayehleli emnyangweni wentente ekufudumaleni kwemini.+