Genesis 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwathi xa uAbram aneminyaka engamashumi asithoba anesithoba ubudala, wabonakala uYehova kuAbram waza wathi kuye:+ “NdinguThixo uSomandla.+ Hamba phambi kwam uze ungqineke ungenasiphoso.+ Genesis 35:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza ngokubhekele phaya wathi uThixo kuye: “NdinguThixo uSomandla.+ Qhama wande. Kuya kuvela iintlanga namaqela eentlanga kuwe, kuphume nookumkani esinqeni sakho.+
17 Kwathi xa uAbram aneminyaka engamashumi asithoba anesithoba ubudala, wabonakala uYehova kuAbram waza wathi kuye:+ “NdinguThixo uSomandla.+ Hamba phambi kwam uze ungqineke ungenasiphoso.+
11 Waza ngokubhekele phaya wathi uThixo kuye: “NdinguThixo uSomandla.+ Qhama wande. Kuya kuvela iintlanga namaqela eentlanga kuwe, kuphume nookumkani esinqeni sakho.+