Genesis 29:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Waphinda wamitha kwakhona, wazala unyana waza wathi: “Ngoku indoda yam iya kunamathela kum, kuba ndiyizalele oonyana abathathu.” Ngoko ke wathiywa igama elinguLevi.+ 1 Kronike 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Oonyana bakaLevi+ yayinguGershon,+ uKohati+ noMerari.+
34 Waphinda wamitha kwakhona, wazala unyana waza wathi: “Ngoku indoda yam iya kunamathela kum, kuba ndiyizalele oonyana abathathu.” Ngoko ke wathiywa igama elinguLevi.+