Yoshuwa 24:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kamva ndathumela uMoses noAron,+ yaye ndayibetha iYiputa ngaloo nto ndayenzayo phakathi kwayo;+ ndaza emva koko ndanikhupha.+ 1 Samuweli 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waza uSamuweli wahlabela mgama wathi ebantwini: “UYehova [lingqina], owasebenzisa uMoses noAron nowanyusa ookhokho benu ebakhupha kwilizwe laseYiputa.+
5 Kamva ndathumela uMoses noAron,+ yaye ndayibetha iYiputa ngaloo nto ndayenzayo phakathi kwayo;+ ndaza emva koko ndanikhupha.+
6 Waza uSamuweli wahlabela mgama wathi ebantwini: “UYehova [lingqina], owasebenzisa uMoses noAron nowanyusa ookhokho benu ebakhupha kwilizwe laseYiputa.+