5 Ethubeni kwehla intombi kaFaro isiya kuhlamba umzimba kuMlambo umNayile, yaye abakhonzazana bayo babehamba ngakwicala loMlambo umNayile. Yawubona umkhombe lowo phakathi kweengcongolo. Ngoko nangoko yathumela ikhobokazana layo ukuba liye kuwuthabatha.+