Eksodus 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wathi uYehova kuMoses: “Vuka ekuseni uze ume phambi koFaro,+ uthi kuye, ‘Utsho uYehova uTHIXO wamaHebhere ukuthi, “Bandulule abantu bam baye kundikhonza.+
13 Wathi uYehova kuMoses: “Vuka ekuseni uze ume phambi koFaro,+ uthi kuye, ‘Utsho uYehova uTHIXO wamaHebhere ukuthi, “Bandulule abantu bam baye kundikhonza.+