IZenzo 7:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngalo lona elo xesha kwazalwa uMoses,+ yaye wayemhle ngokobuthixo.+ Kwaye wancanciswa iinyanga zantathu kwikhaya likayise. Hebhere 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngokholo uMoses wafihlwa kangangeenyanga ezintathu ngabazali bakhe emva kokuzalwa kwakhe,+ ngenxa yokuba bambona emhle+ lo mntwana oselula baza abawoyika umyalelo+ wokumkani.
20 Ngalo lona elo xesha kwazalwa uMoses,+ yaye wayemhle ngokobuthixo.+ Kwaye wancanciswa iinyanga zantathu kwikhaya likayise.
23 Ngokholo uMoses wafihlwa kangangeenyanga ezintathu ngabazali bakhe emva kokuzalwa kwakhe,+ ngenxa yokuba bambona emhle+ lo mntwana oselula baza abawoyika umyalelo+ wokumkani.