Eksodus 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yaye ngokwenene ndiya kwahlukanisa phakathi kwabantu bam nabantu bakho.+ Lo mqondiso uya kubakho ngomso.”’” INdumiso 76:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uya kuwuthoba umoya weenkokeli;+Uyoyikeka kookumkani bomhlaba.+
23 Yaye ngokwenene ndiya kwahlukanisa phakathi kwabantu bam nabantu bakho.+ Lo mqondiso uya kubakho ngomso.”’”